Iindumiso 115:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Ungazukisi thina, Yehova, ungazukisi thina;Zukisa igama lakho,Ngenxa yenceba yakho, ngenxa yenyaniso yakho.