3. Únendili nobungangamela umsebenzi wakhe,Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.
4. Uyenzele ukuze ikhunjulwe imisebenzi yakhe ebalulekileyo;Unobabalo nemfesane uYehova.
5. Ubaphé ukudla abamoyikayo;Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe.
6. Ubabonise abantu bakhe amandla ezenzo zakhe,Ebanika ilifa leentlanga.