Iindumiso 10:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yini na ukuba umele mgama, Yehova,Uzifihle ngamaxesha engxingongo?

2. Ngokukratsha kwabangendawo bayatsha abaziintsizana;Babanjiswa ngamayelenqe abawacingileyo.

3. Ngokuba ongendawo uyaqhayisa ngeminqweno yomphefumlo wakhe.Nolibawa wahlukene noYehova, wamgiba.

Iindumiso 10