Igenesis 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku uAdam wamazi uEva umkakhe; wamitha, wazala uKayin,* wathi, Ndizuzé indoda ngoYehova.

2. Waphinda wazala umninawa wakhe, uAbheli;* uAbheli waba ngumalusi wezimvu, uKayin waba ngumsebenzi womhlaba.

Igenesis 4