2 Usamuweli 3:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. owesiné waba nguAdoniya, unyana kaHagiti; owesihlanu waba nguShefatiya, unyana ka-Abhitali;

5. owesithandathu waba nguItram, ngoEgla, umkaDavide. Wabazalelwa abo uDavide eHebron.

6. Kwathi, kwakubon' ukuba kukho imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide, uAbhinere wamana ukuzomelezela indlu kaSawule.

2 Usamuweli 3