2 Usamuweli 3:33-36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. Ukumkani wamenzela isimbonono uAbhinere, wathi,Angafa ngokufa kwesidenge na uAbhinere?

34. Izandla zakho bezingakhonkxwanga, iinyawo zakho bezingafakwanga amakhamandela obhedu,Uwé njengowa phambi kwamabhedengu.

35. Baphinda bonke abantu bamlilela. Bonke abantu beza kumdlisa uDavide isonka, kusesemini. Wafunga uDavide, esithi. UThixo makenjenje kum, aqokele ukwenjenje, ukuba ndithe, lingekatshoni ilanga, ndeva isonka, nokuba yinto eyiyimbi.

36. Bakugqala oko bonke abantu, kwalunga emehlweni abo; njengokuba konke abekwenza ukumkani bekulunga emehlweni abantu bonke.

2 Usamuweli 3