2 Usamuweli 23:25-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. nguShama waseHarodi; nguElika waseHarodi;

26. nguHeletse wasePeleti; nguIra unyana kaIkeshe waseTekowa;

27. nguAbhiyezere waseAnatoti;

28. nguMebhunayi umHusha; nguTsalimon umAhowa; nguMaharayi waseNetofa;

29. nguHelebhe, unyana kaBhahana waseNetofa; nguItayi, unyana kaRibhayi, waseGibheha yoonyana bakaBhenjamin;

2 Usamuweli 23