2 Usamuweli 22:30-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Kuba ngawe ndigila impi,NgoThixo wam nditsiba iindonga.

31. UThixo yena — igqibelele indlela yakhe,Ilizwi likaYehova linyibilikisiwe,Úyingweletshetshe kubo bonke abazímela ngaye.

32. Ngokuba ngubani na onguThixo, ingenguye uYehova?Ngubani na oliliwa, ingenguThixo wethu?

33. UloThixo uligwiba lam elinamandla,Umalathisayo ogqibeleleyo indlela yakhe;

2 Usamuweli 22