2 Usamuweli 13:38-39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Wabaleka ke uAbhisalom wafika eGeshuri, waba minyaka mithathu khona.

39. UDavide ukumkani walangazelela ukuphuma aye kuAbhisalom, kuba wayeselethuthuzelekile ngoAmnon kuba efile.

2 Usamuweli 13