1 Usamuweli 2:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathandaza uHana, wathi,Intliziyo yam idlamkile ngoYehova,Uphondo lwam luphakanyisiwe nguYehova.Uvulekile umlomo wam kakhulu ngazo iintshaba zam;Ngokuba ndivuyele usindiso lwakho.

2. Akukho uyingcwele njengo Yehova;Ngokuba akukho namnye ngaphandle kwakho;Akukho liwa linjengoThixo wethu.

1 Usamuweli 2