1 Izikronike 9:5-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. NakumaShilo: nguAzaya amazibulo akhe, noonyana bakhe.

6. Koonyana bakaZera nguYehuweli nabazalwana bakhe: amakhulu amathandathu anamanci asithoba.

7. Koonyana bakaBhenjamin: nguSalu unyana kaMeshulam, unyana kaHodafiya, unyana kaHasenuwa,

8. noIbheneya unyana kaYeroham, noEla unyana kaUzi, unyana kaMikri, noMeshulam unyana kaShefatiya, unyana kaRehuweli, unyana kaIbheniya;

1 Izikronike 9