1 Izikronike 2:9-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Oonyana bakaHetseron awabazalelwayo: nguYerameli, noRam, noKelubhayi.

10. URam wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon, inkulu yoonyana bakaYuda.

11. UNashon wazala uSalima;

12. uSalima wazala uBhohazi; uBhohazi wazala uObhede; uObhede wazala uYese.

13. UYese wazala uEliyabhi, amazibulo akhe, noAbhinadabhi owesibini, noShama owesithathu,

1 Izikronike 2