1 Izikronike 11:32-36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

32. uHurayi wasezihlanjeni zaseGahashe;

33. uAbhiyeli waseArabha; uAzemavete waseBhaharum; uEliyabha waseShahalebhon;

34. uBhene-hashem waseGizon; uYonatan unyana kaShage, umHarari;

35. uAhiyam unyana kaSakare, umHarari;

36. uElifali unyana kaUre; uHefere umMekera;

1 Izikronike 11