1 Izikronike 10:5-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. Uthe umphathi weentonga zakhe, akubona ukuba ufile uSawule, waziwisa naye phezu kwekrele lakhe, wafa.

6. Wafa ke uSawule, noonyana bakhe abathathu, nendlu yakhe yonke; bafa kunye.

7. Athi onke amadoda akwaSirayeli abesentilini leyo, akubona ukuba kusatyiwe, ukuba ufile uSawule noonyana bakhe, ayilahla imizi yawo, asaba; eza ke amaFilisti, ahlala kuyo.

1 Izikronike 10