Uyoshuwa 15:1-2 Ibhayibhile (XHO96) Nguwo lo umhlaba owabelwa izindlu zesizwe sakwaJuda *ngamaqashiso: Lo mhlaba waya kutsho kumda wase-Edom ezantsi