Uyohane 7:51-53 Ibhayibhile (XHO96)

51. “Umthetho wethu awuvumi okokuba umntu agwetywe lingathanga laxoxwa ityala lakhe, kwacaca oko akwenzileyo.”

52. Baza bathi kuye: “Ngaba nawe lo ungowaseGalili na? Khawuphengulule *iziBhalo ubone, kuba akukho *mshumayeli uvela eGalili.”[

53. Baza bagoduka ke bonke.]

Uyohane 7