Uyohane 7:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Emva koko uYesu wehla enyuka neGalili. Wayengathandi ukuya kwelakwaJuda, kuba amaJuda ayefuna ukumbulala.

2. Lalisondele itheko lamaJuda ekuthiwa litheko lamaphempe,

Uyohane 7