Uyohane 12:11-14 Ibhayibhile (XHO96)

11. kuba ngenxa yakhe amaJuda amaninzi ayeguquka akholwe kuYesu.

12. Ngengomso indimbane yabantu ababeze kwitheko *lePasika, yeva okokuba uYesu uyeza eJerusalem,

13. yaxhuzula amasebe emithi yamasundu, yamhlangabeza, yakhwaza isithi: “Camagu! Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi, uKumkani wakwaSirayeli!”

14. UYesu wafumana idonki eselula, wakhwela kuyo, njengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi:

Uyohane 12