Uyohane 11:20-22 Ibhayibhile (XHO96)

20. Akuva uMarta okokuba uYesu uyeza, wamhlangabeza, kodwa yena uMariya wasala endlwini.

21. Waza wathi uMarta kuYesu: “Nkosi, ukuba ubukho, ngengabhubhanga umnakwethu.

22. Kodwa nangoku ndiyazi ukuba uThixo wokunika nantoni na oyicelayo kuye.”

Uyohane 11