Uyobi 30:6-8 Ibhayibhile (XHO96)

6. Kuye kwanyanzeleka ukuba baye kuhlala emiqolombeni,emingxunyeni, nasezimfanteni emaweni.

7. Bakhonya phakathi kwamatyholo,ufike sebethe buthalala phantsi kwemithi.

8. Awu, ziinjubaqa;sisizukulwana soongantweni eside sagxothwa nakwelakowazo!

Uyobi 30