Uyobi 3:19-21 Ibhayibhile (XHO96)

19. Apho bandawonye abaphakamileyo nabaphantsi,nkqu nekhoboka likhululekile kumninilo.

20. “Ngani ukuba abaza kubandezeleka balibone ilanga,abangcungcuthekayo babudle ubomi?

21. Bona balangazelela ukufa, kungafiki noko;bakuzingela ngathi bafuna ubutyebi.

Uyobi 3