32. Sisiwa emangcwabeni,lilindwe ingcwaba laso.
33. Amagada entlambo alala athi ncwaba phezu komzimba waso.Bonke abantu bayasilandela ukuya apho;kanti sandulelwe linani elingenakubalwa.
34. “Ningathini ke ukufuna ukundithomalalisa ngamazwi alambathayo?Zonke iingxoxo zenu bubuvuvu obungeyonyaniso.”