Uyobi 14:20-22 Ibhayibhile (XHO96)

20. Umntu umvikiva kube kanye, angabi sabikho;uguqula ubuso bakhe, umgxothe.

21. Oonyana bakhe noba sebewongekile, akaqondi yena;ukanti akaboni naxa sebehlazeka.

22. Kaloku into emdlayo yintlungu yesiqu sakhe,abe ezililela yena buqu.”

Uyobi 14