Uyobi 13:11-13 Ibhayibhile (XHO96)

11. Ewe, ubungangamsha bakhe buya kunirhwaqelisa,nonganyelwe kukunkwantya.

12. Kaloku ezi zangotshe zenu zifana nelahle elinothuthu;zaye ke nezi ngxoxo zenu ziya kusumka ngathi ludongwe.”

13. “Sukan' apha! Khanindiyeke ndithethe utyhatyhiwe,yehl' ehlayo!

Uyobi 13