Uncuthu Lwengoma 4:4-6 Ibhayibhile (XHO96)

4. Ntamo ngathi yinqaba kaDavide,yona yakhiwe ngezintlu zamatye;ithiwe gaxa ezo ntsimbi,ngathi liwaka lamakhaka amagorha.

5. Loo mabele ngathi ngamatakane amabini;nditsho amawele ebhadi,ethuku-thukuza phakathi kweenyibiba.

6. Ide ke isangane imini,ke wona amathunzi anabe,ndohamba-hamba kwiintaba zesiqholo semore,ndijikeleze kwiinduli zentlaka yesiqhumiso.

Uncuthu Lwengoma 4