15. Waza wamhle, sithandwa sam!Ewe, uyinzwakazi ke khona!Amehlo — hotyazana lakwabani!
16. Ewe, uyinzwana ke khona, sithandwa!Hayi, umtsalane wakho!Umandlalo wethu uluhlaza yaka!
17. Indlu yethu itsho ngemiqadi yemisedare,ngaphakathi yambathiswe ngemipayini.