Umsebenzi Wabathunywa 2:8-10 Ibhayibhile (XHO96)

8. Ke, kutheni le nto sonke ngabanye sibeva bethetha nathi ngolwimi lweenkobe?

9. Thina singamaParti, namaMedi, namaElam, nabaseMesopotami, nabakwaJuda, nabaseKapadoki; singabasePonto naseAsiya,

10. eFrigi nasePamfili, naseJiputa nabemimandla yaseLibhiya engaseKirene, nabahambi abavela eRoma.

Umsebenzi Wabathunywa 2