Umsebenzi Wabathunywa 12:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. Ngakonje ukuba batsho abantu, isithunywa seNkosi sambetha ngesifo uHerode, ngokuba engamnikanga mbeko uThixo. Wadliwa ziimpethu, wada wafa.

24. Laqhubela phambili ilizwi likaThixo ukunwenwa.

25. UBharnabha noSawule bawugqiba umsebenzi wabo, baza babuya eJerusalem, behamba noYohane Marko.

Umsebenzi Wabathunywa 12