Umsebenzi Wabathunywa 10:46-48 Ibhayibhile (XHO96)

46. kuba baziva zithetha ngalwimi zimbi, zidumisa uThixo. UPetros wathetha wathi:

47. “Aba bantu bamkele uMoya oyiNgcwele njengoko samamkelayo nathi. Ngenene ke akukho namnye umntu ongalayo ukuba aba bantu babhaptizwe ngamanzi.”

48. UPetros ke ngoko wathi mababhaptizwe egameni likaYesu Krestu. Ke yena bamcela ukuba akhe ahlale nabo iintsukwana.

Umsebenzi Wabathunywa 10