Umatewu 7:7-9 Ibhayibhile (XHO96) “Celani nophiwa, funani nofumana, nkqonkqozani novulelwa; kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana