Umatewu 27:34-37 Ibhayibhile (XHO96)

34. amnika iwayini exutywe nenyongo, ukuba ayisele. Akuyiva akavumanga ukuyisela.

35. Ambethelela ke emnqamlezweni uYesu, aza abelana ngezambatho zakhe, esenza amaqashiso ngazo.

36. Ahlala phantsi ke, amgada apho.

37. Ngasentla kwentloko yakhe abeka ityala lakhe, kubhalwe kwathiwa: “Lo nguYesu uKumkani wamaJuda.”

Umatewu 27