Umatewu 24:49-51 Ibhayibhile (XHO96)

49. size sisuke sibabethe abazizicaka kunye naso, sidle sisele kunye namanxila;

50. yofika inkosi yeso sicaka ngemini esingayilindelanga, nangelixa esingalaziyo,

51. ize isixabele kubini njengokuba kusenziwa kwabangathembekanga. Kuya kubakho ukulila nokungcungcutheka apho.”

Umatewu 24