Umatewu 22:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Waphinda uYesu wathetha nabo ngemizekeliso, esithi:

2. “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokumkani owamenzela umsitho unyana wakhe.

3. Wazithuma izicaka zakhe ukuba ziye kubabiza abamenyiweyo, beze emsithweni. Kodwa bona abavumanga;

Umatewu 22