Umatewu 18:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ngelo xesha abafundi bakaYesu beza kuye, babuza besithi: “Nguwuphi oyena mkhulu kwabalawulwa nguThixo?”

2. UYesu wabizela umntwana kuye, wammisa phambi kwabo,

Umatewu 18