Umatewu 15:37-39 Ibhayibhile (XHO96)

37. Batya bonke, bahlutha, kwaza kwaqokelelwa iibhaskiti ezisixhenxe zizele yintsalela.

38. Amadoda atyáyo aba kumawaka amane, bengekho kwelo nani abafazi nabantwana.

39. Wasindulula ke uYesu isihlwele, wakhwela esikhitshaneni, wafika kummandla waseMagadan.

Umatewu 15