Uluka 23:3-6 Ibhayibhile (XHO96)

3. UPilato ke wambuza esithi: “Unguye na uKumkani wamaJuda?”Waphendula yena wathi: “Nawe utsho.”

4. UPilato wathi kubabingeleli abaziintloko nakwisihlwele: “Andifumani tyala kulo mntu.”

5. Kwaba kukhona bazingisayo besithi: “Údungadunga abantu, efundisa kulo lonke elakwaJuda, ukususela kwelaseGalili, kude kube lapha.”

6. Akuva kukhankanywa elaseGalili, uPilato wabuza ukuba uYesu ngowalapho na;

Uluka 23