Uluka 22:13-15 Ibhayibhile (XHO96)

13. Bemka, bafika kunjengoko ebetshilo kubo, baza bayilungiselela iPasika.

14. Lakufika ixesha, uYesu uye kuhlala etafileni enabathunywa bakhe;

15. waza wathi kubo: “Bendilangazelela kakhulu ukuyitya kunye nani le Pasika, ndingekabuva ubunzima.

Uluka 22