Uluka 20:43-47 Ibhayibhile (XHO96)

43. lo gama ndikoyisela iintshaba zakho.’

44. “Ukuba uDavide ngokwakhe uthi uKrestu yiNkosi, angathini ke ukuba ngunyana wakhe?”

45. Ke kaloku, besiva bonke abantu, uYesu wathi kubafundi bakhe:

46. “Balumkeleni abachazi-mthetho, abathanda ukuhamba ngezambatho ezide, bethanda ukuba kukhahlelwe kubo emabaleni embutho, befuna izihlalo eziphambili *ezindlwini zesikhungo, neendawo zamawonga ezidlweni.

47. Abo bayiphangayo imizi yabahlolokazi, baze bazenzise batsho ngemilembelele yemithandazo, ngabo abaya kufumana esona sohlwayo sikhulu.”

Uluka 20