Uluka 2:50-52 Ibhayibhile (XHO96)

50. Ke bona abayiqondanga into awayeyithetha kubo.

51. Wahamba nabo, waya kufika eNazarete. Wayebalulamela abazali bakhe. Wazigcina unina ezo zinto entliziyweni yakhe.

52. UYesu ke wakhula ngesithomo nangobulumko, ebabalwa nguThixo, ethandwa ngabantu.

Uluka 2