Uluka 2:30-33 Ibhayibhile (XHO96)

30. kuba amehlo am alubonile usindiso lwakho,

31. olulungiselele bonke abantu,

32. ulukhanyiso lokukhanyisela iintlanga,lubalula abantu bakho amaSirayeli.”

33. Abazali bakhe bamangaliswa zezo zinto zithethwayo ngoYesu.

Uluka 2