Ujeremiya 18:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Lavakala kuJeremiya ilizwi *likaNdikhoyo lisithi:

2. “Phakama uye emzini wombumbi; apho ndokwazisa udaba lwam.”

3. Ndaya emzini wombumbi, ndafika esebenza elityeni lakhe.

Ujeremiya 18