Ujeremiya 16:20-21 Ibhayibhile (XHO96)

20. Kakade umntu angazenzela uthixo?Hayi bo! Into enjalo ayinakuze ibe nguThixo.

21. Ke ngoko uNdikhoyo uthi:“Niyabona, ngesi sihlandlo ndiza kubafundisa,ndibazise amandla am nokomelela kwam,bandazi ukuba ndinguNdikhoyo igama lam.”

Ujeremiya 16