Ujeremiya 11:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Nali ilizwi elamfikelayo uJeremiya livela *kuNdikhoyo:

2. “Phulaphula le miqathango yomnqophiso, uyixelele abantu bakwaJuda kunye nabo bonke abemi baseJerusalem.

3. Yithi kubo utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: Uqalekisiwe lowo mntu ungayithobeliyo imiqathango yomnqophiso,

Ujeremiya 11