Uisaya 46:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Namhlanje uBhele uthotyiwe; uNebho uwe bhaxa!*Oothixo ebenikade nijikeleza nabonamhlanje batyabula imiqolo yezilwanyana.Ngenene baluxanduva lomthwalo.

2. Nâzo izilwanyana zisiwa zivuka.Akukho kusinda kuzo;zithinjwa kunye nomthwalo wazo.

Uisaya 46