Uisaya 16:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Nango amaMowabhi entlango kwisixeko iSela;ngoku athumela umrhumo:amatakane eegusha kwiziphathamandla eJerusalem.

2. AmaMowabhikazi ayazula-zula;axel' intaka egxothwe endlwaneni yayo.Nango ephithizela kumazibuko eAnon.

Uisaya 16