Uisaya 11:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwisiphunzi sikaJese kuya kuntshula ihlumelo;kumnombo wakhe kosuka kuthi thaphu isebe.Elo sebe ke lothwala iziqhamo.

2. UMoya *kaNdikhoyo uya kubutha kuye,amambathise ngobulumko nokuqonda,atsho abe ligorha elimacebo,abe nokumazi amhlonele uNdikhoyo.

Uisaya 11