Uhosiya 7:13-16 Ibhayibhile (XHO96)

13. Mawoo, ngokuba banxaxhile kum!Yintshabalalo kubo,ngokuba bemkile bandishiya!Mna ndiyafuna ukubahlangula,koko suka baxoka ngam.

14. Xa bekhala abatsho ngomxhelo wabo;basuka bazibhuqa-bhuqe emandlalweni.Baqokelelana ngenxa yokutya newayini,kodwa mna bandichasile.

15. Ndabaqeqesha ndabomeleza,kodwa ngoku bandijikeleza ngobubi.

16. Ababuyeli kuPhezukonke;bafana nesaphetha esinenkohliso.Iinkokheli zabo zohlatyaniselwa likrele,kuba imilomo yazo iphokoza ububi.Ewe, boba sisigculelo kwilizwe laseJiputa.”

Uhosiya 7