Uhlaziyo-Mnqophiso 26:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Wakuba ungenile wema kwelo lizwe uliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wakho,

2. umntu ngamnye aze athathe ibhaskiti, afake ulibo lwento nganye ayilimileyo, aye nayo kuloo ndawo yonqulo yalathwe nguNdikhoyo uThixo wakho ukuzinzisa igama lakhe.

Uhlaziyo-Mnqophiso 26