16. Ngenxa yoko iNgangalala *uNdikhoyo ithi: Ndiza kusolula isandla sam side sifike kumaFilistiya, ndiwatshabalalise amaKrete, ndide ndigqogqe nalawo emi phezu konxweme lolwandle.
17. Ndiya kuziphindezela ngamandla kuwo, ndiwohlwaye ndinomsindo. Xa sendiziphindezela baya kundazi ukuba ndinguNdikhoyo.”