Uhezekile 19:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Yitsho ngesililo ngenxa yeenkosi zakwaSirayeli,

2. uthi:“ ‘Unyoko wayeyingonyama phakathi kweengonyama!Ubebuthuma phakathi kwamathole eengonyama,esanyisa amathole akhe.

3. Walondla lakhula elinye ithol' iduna,languxholovane wengonyama.Yafund' ukudlavuz' ixhoba,yawathi nqwam-nqwam amadoda.

Uhezekile 19